ULouba, umdlali wesoka omncinane
R70.00
ULouba uhlala kwisiphaluka esikwidolophu yaseN’Djamena esibizwa ngokuba yiDoumpa. Ubomi kulo mmandla abusoloko bulula ngalo lonke ixesha, kodwa yena unabahlobo bakhe, ibhola yakhe yesoka kwakunye nephupha lakhe…
Author(s): Sanodji Yombel Abiathar
Based on 0 reviews
|
|
0% |
|
|
0% |
|
|
0% |
|
|
0% |
|
|
0% |
Related Products
UBra-Cat wayetshiseka efuna ukuya esikolweni. Wayesazi ukuba, uikuba wayenokuya esikolweni wayenokufumana abahlobo abaninzi apho. Kodwa uMama wayewasela ezi bhotile zotywala kwakhona. Ingaba oko kungamthintela uBra-Cat ekufumaneni abahlobo abatsha?
Author(s): Mzamo Maqeba
Abantu bayangcwatywa kodwa iinkosi ziyatyalwa. Kuthe kwakusweleka inkosi exatyiswe ithandwa kunene, inkwenkwana ethile yazixolisa ngale nkolo yamandulo yaze njalo yazuza ukomelela, phawu olo lube lulolunye eyaziwa ngalo inkosi leyo.
Author(s): Sindiwe Magona
There’s a talent show at school and the prize is too good for Micah to pass up! There’s just one problem…
(Micah’s Super Vlog #1 of 4)
Author: Andy McGuire
2 in stock
After decades of British rule Kenya has declared its independence, but drought and poor harvest still govern the village of limorog. Undeterred, Munira, Karega, Wanja and Abdulla each move to ilmorog in search of a more provincial life, only to find themselves suspects in a crime that signals a dark turning of the times.
A classic of modern African literature, Ngugi wa Thiongo’s damning satire of politics and corruption in Kenya would prove the catalyst for his imprisonment by the Kenyan government.
Author: Ngugi wa Thiongo
Available on back-order
An important rumination on youth in modern-day South Africa, this haunting debut novel tells the story of two extraordinary young women who have grown up black in white suburbs and must now struggle to find their identities.
The rich and pampered Ofilwe has taken her privileged lifestyle for granted, and must confront her swiftly dwindling sense of culture when her soulless world falls apart. Meanwhile, the hip and sassy Fiks is an ambitious go-getter desperate to leave her vicious past behind for the glossy sophistication of city life, but finds Johannesburg to be more complicated and unforgiving than she expected.
These two stories artfully come together to illustrate the weight of history upon a new generation in South Africa.
Author(s): Kopano Matlwa
Nyaniso hates Sunday School. He knows all the Bible stories the Sunday School teacher tells them. He heard those stories long before he was big enough to go to Sunday School. Heard them from Makhulu, and many more stories besides. He has attended Sunday School for many, many years and heard those stories over and over again. He used to like them. Used to like going to Sunday School, too. Then Lunga came.
Author(s): Sindiwe Magona
Out of stock
UMvundla kunye noTat’uNyekevu babehleli bodwa ekhaya. Ingaba yintoni le babefuna ukuyenza phambi kokuba uMama uSele abuye emsebenzini?
Author(s): Xolisa Guzula
UPeter wayenomnqweno wokuba yintshatsheli yebhola ekhatywayo. Kodwa wayeza kuba yiyo njani engenazo neekoksi zokukhaba ibhola? UPeter wagqibela kwelokuba enze isivumelwano notate wakhe. Ingaba uPeter uza kukwazi ukusebenza afumane iikoksi zakhe?
Author(s): Nompumelelo Zama
Iqela leenkwenkwezi ezimibalabala laliphethe icala lonke lesibhakabhaka. Zazicinga ukuba zingcono kuneenkwenkwezi ezimhlophe kwaye zazidlisela ngoko ubusuku bonke. Ekugqibeleni iinkwenkwezi ezimhlophe zadikwa yeyokosa. Kwenzeka ntoni mini iinkwenkwezi ezimibalabala zanyanzelwa ukuba zisishiye isibhakabhaka zize kutsho kwintlabathi engumqwebedu eqhumayo yasemhlabeni?
Author(s): Reviva Schermbrucker
Umama kaSithemible noThemba wasweleka ngoku bamkhumbula kakhulu. Nangona bekhangelaka lusizi baye baziqonda ukuba bakhathalelwe kwaye ababodwa. Utata wabo, umakhulu notitshala wabo babebakhathalela yonke imihla. Ngenxa yale mizamo baye bakuqonda ukuba zininzi iindlela abanokhumkhumbula ngazo umama wabo. Iinkumbulo Ngomama sisikhokelo esilulutho esinokusetyenziswa xa ufuna abantwana baqhelane nentlungu yokufa.
Author(s): Juliana Seleti & Boyce Boulix Moycina
UMpumi nabahlobo bakhe bafumanisa ngommangaliso osezinweleni zakhe kwaye imini eqala ngokufanayo nje nezinye iimini iphela iyimini egcwele udelo-ngozi kwindawo yonke!
Author(s): Lebogang Masango
2 in stock
Kwathi ke kaloku ngantsomi, izilwanyana zehlathikazi elikhulu zathi mazibambe intlanganiso. Le ke yayingeyontlanganiso nje yesiqhelo yaye kwakufuneka zonke izilo zizile. Lwabekwa ke usuku lwentlanganiso leyo. Zonke izilwanyana zaye zimenyiwe. Zonke.
Author(s): Sindiwe Magona
Reviews
There are no reviews yet.