Ikhalipha Lekatana Encinane
R70.00
UBra-Cat wayetshiseka efuna ukuya esikolweni. Wayesazi ukuba, uikuba wayenokuya esikolweni wayenokufumana abahlobo abaninzi apho. Kodwa uMama wayewasela ezi bhotile zotywala kwakhona. Ingaba oko kungamthintela uBra-Cat ekufumaneni abahlobo abatsha?
Author(s): Mzamo Maqeba
Based on 0 reviews
|
|
|
0% |
|
|
|
0% |
|
|
|
0% |
|
|
|
0% |
|
|
|
0% |
Related Products
An important rumination on youth in modern-day South Africa, this haunting debut novel tells the story of two extraordinary young women who have grown up black in white suburbs and must now struggle to find their identities.
The rich and pampered Ofilwe has taken her privileged lifestyle for granted, and must confront her swiftly dwindling sense of culture when her soulless world falls apart. Meanwhile, the hip and sassy Fiks is an ambitious go-getter desperate to leave her vicious past behind for the glossy sophistication of city life, but finds Johannesburg to be more complicated and unforgiving than she expected.
These two stories artfully come together to illustrate the weight of history upon a new generation in South Africa.
Author(s): Kopano Matlwa
Ungakwazi? Yincwadana yabantwana ehonjiswe kakuhle yaza yanemibala eqaqambileyo, inemidlalo yaye iyonwabisa nto leyo eza kwenza ukuba abafundi abaselula bancume bodwa xa beyifunda. “Nyumbaza isisu”, “Nyakazisa impumlo” zezinye zezinto ezimnandi ezenziwa ngabafundi kule ncwadi. Ibali eli lisebenzise izifanekisozwi, uphinda-phindo nokuhlekisa ngobuchule nangendlela eza kwenza ukuba abantwana bashuku-shukume ngexa befunda!
Author(s): Wendy Hardie
ULouba uhlala kwisiphaluka esikwidolophu yaseN’Djamena esibizwa ngokuba yiDoumpa. Ubomi kulo mmandla abusoloko bulula ngalo lonke ixesha, kodwa yena unabahlobo bakhe, ibhola yakhe yesoka kwakunye nephupha lakhe…
Author(s): Sanodji Yombel Abiathar
UMvundla kunye noTat’uNyekevu babehleli bodwa ekhaya. Ingaba yintoni le babefuna ukuyenza phambi kokuba uMama uSele abuye emsebenzini?
Author(s): Xolisa Guzula
Once upon a time, the animals of the jungle decided a meeting was long overdue. This was to be no ordinary meeting and it was extremely important that each and every animal attend. So the day, time, and place was set. All the animals were invited to attend. All except Lion.
Author(s): Sindiwe Magona
Out of stock
To honor the Ruler’s birthday, the free republic of Aburiria set out to build a tower: a modern wonder of the world that will reach the gates of heaven. But behind this pillar of unity a battle for control of the Aburirian people rages. Among the contenders, the eponymous Wizard, an avatar of forklore and wisdom, the corrupt Christian Missionary, and the nefarious Global bank.
Informed by traditional African storytelling, wizard of the Crow is widely considered Ngugi Wathiongo’s masterpiece.
Author: Ngugi Wa Thiongo
Abantu bayangcwatywa kodwa iinkosi ziyatyalwa. Kuthe kwakusweleka inkosi exatyiswe ithandwa kunene, inkwenkwana ethile yazixolisa ngale nkolo yamandulo yaze njalo yazuza ukomelela, phawu olo lube lulolunye eyaziwa ngalo inkosi leyo.
Author(s): Sindiwe Magona
Mukoma wa Ngugi’s Nairobi Heat was heralded as “the work of a genius craftsman and wordsmith” by New Africa Magazine. In Killing Sahara we once again join Ishmael Forfona – the world-weary US detective – and O – his irrepressible Kenyan counterpart – as they set up their sleuthing business together in Nairobi. It promises to be a hell of a ride.
UMpumi nabahlobo bakhe bafumanisa ngommangaliso osezinweleni zakhe kwaye imini eqala ngokufanayo nje nezinye iimini iphela iyimini egcwele udelo-ngozi kwindawo yonke!
Author(s): Lebogang Masango
2 in stock
After decades of British rule Kenya has declared its independence, but drought and poor harvest still govern the village of limorog. Undeterred, Munira, Karega, Wanja and Abdulla each move to ilmorog in search of a more provincial life, only to find themselves suspects in a crime that signals a dark turning of the times.
A classic of modern African literature, Ngugi wa Thiongo’s damning satire of politics and corruption in Kenya would prove the catalyst for his imprisonment by the Kenyan government.
Author: Ngugi wa Thiongo
Out of stock
When war forces people to leave their homes, children often get lost. And that’s what happens to Afi. But luckily she meets an old man with a big heart and a magic drum!
Author(s): Hector D Sonon
Out of stock
Oku kusekwe kwimbali yaseAfrika, UModjadji, iKumkanikazi yeMvula. Sibaliselwa ngokufika kukaModjadji kumhlaba waseVenda owawuthwaxwa ziimbalela nayintlupheko ngenxa yokunqaba kwemvula. Phambi kokufika kukaModjadji, abantwana baseVenda babengekaze bayibone
Author(s): Retold by Donvé
1 in stock




Reviews
There are no reviews yet.