Laduma
R70.00
UPeter wayenomnqweno wokuba yintshatsheli yebhola ekhatywayo. Kodwa wayeza kuba yiyo njani engenazo neekoksi zokukhaba ibhola? UPeter wagqiba kwelokuba enze isivumelwano notata wakhe. Ingaba uPeter uza kukwazi ukusebenza afumane iikoksi zakhe? Peter dreamt of becoming a soccer star. But how could he if he didn’t even have soccer boots? So Peter made a deal with his father to earn his boots.
Author(s): Nomphumelelo Zama
Based on 0 reviews
|
|
0% |
|
|
0% |
|
|
0% |
|
|
0% |
|
|
0% |
Related Products
Kudaladala kwakukho ukumkani owayesele eguge kakhulu. Lo kumkani wayefuna umntu oza kungena ezihlangwini zakhe akufa, waza wanika abantu bakhe indindaa yomsebenzi, ukuba bamphathele u-‘awu!’ no-‘shu!’ Kwafika indodana eyayilumke kakhulu kwelo zwe. Yona yayiyazi kakuhle indlela yokufumana u-‘awu!’ no-‘shu!’
Author(s): Jean Mbonyi
Oku kusekwe kwimbali yaseAfrika, UModjadji, iKumkanikazi yeMvula. Sibaliselwa ngokufika kukaModjadji kumhlaba waseVenda owawuthwaxwa ziimbalela nayintlupheko ngenxa yokunqaba kwemvula. Phambi kokufika kukaModjadji, abantwana baseVenda babengekaze bayibone
Author(s): Retold by Donvé
1 in stock
What’s the worst that could happen from a little lie?
(Micah’s Super Vlog #2 of 4)
Author: Andy McGuire
2 in stock (can be backordered)
Ungakwazi? Yincwadana yabantwana ehonjiswe kakuhle yaza yanemibala eqaqambileyo, inemidlalo yaye iyonwabisa nto leyo eza kwenza ukuba abafundi abaselula bancume bodwa xa beyifunda. “Nyumbaza isisu”, “Nyakazisa impumlo” zezinye zezinto ezimnandi ezenziwa ngabafundi kule ncwadi. Ibali eli lisebenzise izifanekisozwi, uphinda-phindo nokuhlekisa ngobuchule nangendlela eza kwenza ukuba abantwana bashuku-shukume ngexa befunda!
Author(s): Wendy Hardie
UPeter wayenomnqweno wokuba yintshatsheli yebhola ekhatywayo. Kodwa wayeza kuba yiyo njani engenazo neekoksi zokukhaba ibhola? UPeter wagqibela kwelokuba enze isivumelwano notate wakhe. Ingaba uPeter uza kukwazi ukusebenza afumane iikoksi zakhe?
Author(s): Nompumelelo Zama
UBra-Cat wayetshiseka efuna ukuya esikolweni. Wayesazi ukuba, uikuba wayenokuya esikolweni wayenokufumana abahlobo abaninzi apho. Kodwa uMama wayewasela ezi bhotile zotywala kwakhona. Ingaba oko kungamthintela uBra-Cat ekufumaneni abahlobo abatsha?
Author(s): Mzamo Maqeba
Take a little Horror home with you
Ray Gordon is a brave kid. He wants to try out all of the scariest rides at HorrorLand. Unfortunately, his brother, Brandon, is scared of everything–loud noises, roller coasters, and even the wooden dummy named Slappy that Ray gets from Jonathan Chiller’s gift shop. There’s something not quite right about the evil look on the puppet’s face. Ray usually enjoys scaring Brandon but his parents made him promise to stop it, if he wants to have his huge New Year’s Eve party. Which is why it is so strange that things keep happening to his younger brother.
Author(s): R.L. Stine
1 in stock
Kwathi ke kaloku ngantsomi, izilwanyana zehlathikazi elikhulu zathi mazibambe intlanganiso. Le ke yayingeyontlanganiso nje yesiqhelo yaye kwakufuneka zonke izilo zizile. Lwabekwa ke usuku lwentlanganiso leyo. Zonke izilwanyana zaye zimenyiwe. Zonke.
Author(s): Sindiwe Magona
What’s so cool about this guy? There’s a new kid in school – and it’s turning Micah’s world upside down!
(Micah’s Super Vlog #4 of 4)
Author: Andy McGuire
2 in stock (can be backordered)
Xa imfazwe inyanzela abantu ukuba babhacew bawashiye amakhaya abo, kudla ngokubakwe intlaninge yabantwana abalahlekayo.Kwenzeka Kanye le nto ku-Afi. Kodwa ngethamsanqa wahlangana nexhego elinentliziyo entle negubu lomlingo!
Author(s): Hector D Sonon
1. Micah’s Got Talent?
2. The Big Fail
3. To Sketch a Thief
4. Just Chill
Author: Andy McGuire
(Illustrations by Girish Manuel)
~ appeals to 3rd – 6th Graders
~ reading level: Grade 4
2 in stock (can be backordered)
UMvundla kunye noTat’uNyekevu babehleli bodwa ekhaya. Ingaba yintoni le babefuna ukuyenza phambi kokuba uMama uSele abuye emsebenzini?
Author(s): Xolisa Guzula
Reviews
There are no reviews yet.