Micah’s Super Vlog Series Bundle


R440.00 Original price was: R440.00.R360.00Current price is: R360.00.
1. Micah’s Got Talent?
2. The Big Fail
3. To Sketch a Thief
4. Just Chill
Author: Andy McGuire
(Illustrations by Girish Manuel)
~ appeals to 3rd – 6th Graders
~ reading level: Grade 4
Based on 0 reviews
|
|
0% |
|
|
0% |
|
|
0% |
|
|
0% |
|
|
0% |
Related Products
Amantombazanyana amabini angabatshana bakaNanfi athe ti iindlebe bubuhle abubone kumfazi othile. Afuna ukufana nalo mfazi. Kodwa ke,ingaba yintoni imfihlo yeli gqiyazana?
Author(s): Béatrice Lalinon Gbado
There’s a talent show at school and the prize is too good for Micah to pass up! There’s just one problem…
(Micah’s Super Vlog #1 of 4)
Author: Andy McGuire
2 in stock
Umama kaSithemible noThemba wasweleka ngoku bamkhumbula kakhulu. Nangona bekhangelaka lusizi baye baziqonda ukuba bakhathalelwe kwaye ababodwa. Utata wabo, umakhulu notitshala wabo babebakhathalela yonke imihla. Ngenxa yale mizamo baye bakuqonda ukuba zininzi iindlela abanokhumkhumbula ngazo umama wabo. Iinkumbulo Ngomama sisikhokelo esilulutho esinokusetyenziswa xa ufuna abantwana baqhelane nentlungu yokufa.
Author(s): Juliana Seleti & Boyce Boulix Moycina
Ungakwazi? Yincwadana yabantwana ehonjiswe kakuhle yaza yanemibala eqaqambileyo, inemidlalo yaye iyonwabisa nto leyo eza kwenza ukuba abafundi abaselula bancume bodwa xa beyifunda. “Nyumbaza isisu”, “Nyakazisa impumlo” zezinye zezinto ezimnandi ezenziwa ngabafundi kule ncwadi. Ibali eli lisebenzise izifanekisozwi, uphinda-phindo nokuhlekisa ngobuchule nangendlela eza kwenza ukuba abantwana bashuku-shukume ngexa befunda!
Author(s): Wendy Hardie
As an act of restoring power and agency to young black girls in South Africa, this is a story about a voiceless girl of colour in search of a sound of her own. It provides a catalyst to remind young Readers of the power of the sounds trapped inside them.
A magical story about a little girl who finds her voice after a long period of silence
Author: Buhle Ngaba
When war forces people to leave their homes, children often get lost. And that’s what happens to Afi. But luckily she meets an old man with a big heart and a magic drum!
Author(s): Hector D Sonon
Out of stock
Melo’s Kingdom takes children on a wonderful adventure to the African bush with Melo and her special animal friends. Each of the charming stories explores an African proverb and incorporates biblical principles to inspire and educate children in an engaging way. The stories written by Thuli Madonsela and members of her family, highlight the importance of values like honesty, courage, respect, teamwork and kindness, while exploring the wonders of creation. The message of each story is reinforced by a relevant Scripture verse, a prayer, quizzy questions for further reflection, wise words, and a fun, faith-filled activity.
Author(s): Thuli Madonsela
2 in stock (can be backordered)
Once upon a time, the animals of the jungle decided a meeting was long overdue. This was to be no ordinary meeting and it was extremely important that each and every animal attend. So the day, time, and place was set. All the animals were invited to attend. All except Lion.
Author(s): Sindiwe Magona
Out of stock
UBra-Cat wayetshiseka efuna ukuya esikolweni. Wayesazi ukuba, uikuba wayenokuya esikolweni wayenokufumana abahlobo abaninzi apho. Kodwa uMama wayewasela ezi bhotile zotywala kwakhona. Ingaba oko kungamthintela uBra-Cat ekufumaneni abahlobo abatsha?
Author(s): Mzamo Maqeba
Abantu bayangcwatywa kodwa iinkosi ziyatyalwa. Kuthe kwakusweleka inkosi exatyiswe ithandwa kunene, inkwenkwana ethile yazixolisa ngale nkolo yamandulo yaze njalo yazuza ukomelela, phawu olo lube lulolunye eyaziwa ngalo inkosi leyo.
Author(s): Sindiwe Magona
UMvundla kunye noTat’uNyekevu babehleli bodwa ekhaya. Ingaba yintoni le babefuna ukuyenza phambi kokuba uMama uSele abuye emsebenzini?
Author(s): Xolisa Guzula
Wayeyinkwenkwan’ ephaphileyo uLusapho. Yonk’ imihl’ ekuseni, wayekhaphel’ iinkomo zikayise azis’ emadlelweni. Le nkwenkwe yayimthanda kunen’ uyise yaye izithanda neenkomo zakhe. Ngenye imini, lo malusi waqaphela ukuba kwakukho ithole angalaziyo kwezo nkom.
Author(s): Sindiwe Magona
Reviews
There are no reviews yet.