Uncumo Lweminyanya

R160.00

Ingaba mzali unokuhamba umgama ongakanani na ukuzalisekisa iminqweno yakho yokuba uzale umntwana osisini esithile? Ubuya kusithabatha na isibhambathiso esithatyathwe yinkosi kulomdlalo? Kubazali abathile umntwana ozelweyo uyamkeleka nokuba usesiphi na isini; kwabanye akunjalo. Wena ukweliphi icala?

Umfundisi-ntsapho ukoxanduva lokufundisa abantwana malunga neenkolo kwaneenkolelo ezahlukeneyo ngokungenakhethe Ingaba amathongo akho ngenene? Lungakanani loba uqhaka mshwelwano lomoya womntu nomzimba ongasekhoyo obuphila kuwo? Uthini mfundisi-ntsapho xa ucacisela abafundi ngezi zinto? Wena mfundi uyibona njani indima yobukhosi kwimihla esiphila kuyo? Ingaba ubukhosi busenayo inxaxheba ebalulekileyo obuyidlalayo kwimpilo nentlalo yoluntu lwasemaphandleni?

Author(s): Samkelo Callaway Mtwana

+ -

Based on 0 reviews

0.00 Overall
0%
0%
0%
0%
0%
Be the first to review “Uncumo Lweminyanya”

Your email address will not be published. Required fields are marked *

Reviews

There are no reviews yet.

SKU: 9781919909479 Categories: ,
Navigation
Close

My Cart

Close

Wishlist

Recently Viewed

Close

Great to see you here!

A password will be sent to your email address.

Your personal data will be used to support your experience throughout this website, to manage access to your account, and for other purposes described in our privacy policy.

Already got an account?

Close

Close

Categories